Inguqulelo ka ikhondo ingesiNgesi:

ikhondo

footstep(s)

isibizo (class 5, isininzi amakhondo)

  • 1

    footstep(s)
    track
    direction
    Sinethemba abantwana bethu baza kulilandela ikhondo lakhe bafunde We hope that our children will follow in his footsteps and study further
  • 2

    career
    Uza kulandela eliphi ikhondo lezifundo? Which career will you follow?