Inguqulelo ka ikhonkco ingesiNgesi:

ikhonkco

buckle

isibizo (class 5, isininzi amakhonkco)

  • 1

    buckle
    Ndifuna ibhanti lothwathwa elinekhonkco lemethali I want a leather belt with a metal ikhonkco
    Emotweni kufuneka usoloko uliqhoboshile ikhonkco lebhanti lesitulo In a car, always fasten the buckle of the seat-belt