Inguqulelo ka ileta ingesiNgesi:

ileta

letter

isibizo (class 9, isininzi iileta)

  • 1

    letter
    Khawuleza uyifake ileta emvulophini uyipose namhlanje Hurry, and put the letter in the envelope and post it today
    → Synonym of incwadi