Inguqulelo ka iligxa ingesiNgesi:

iligxa

shoulder

isibizo (class 5, isininzi amagxa)

  • 1

    shoulder
    Wenyusa amagxa esithi akazi naye He raised his shoulders, saying that he, too, did not know
    → See igxalaba