Inguqulelo ka ilinge ingesiNgesi:

ilinge

attempt

isibizo (class 5, isininzi amalinge)

  • 1

    attempt
    effort
    Ilinge lakhe lokushicilela incwadi yakhe alizange liphumelele His attempt to publish his book was not successful