Inguqulelo ka ilizwe ingesiNgesi:

ilizwe

country

(izwe)

isibizo (class 5, isininzi amazwe)

  • 1

    country
    Ilizwe endilithandayo nguMzantsi Afrika The country that I love is South Africa
  • 2

    land
    country
    Ilizwe labaThembu ke lilizwe leentaba The land of the Thembu people is a land of mountains

Usetyenziso

In Sense 1 above, 'country' means a place with clear boundaries and its own government, such as South Africa or Zimbabwe.