Inguqulelo ka imbono ingesiNgesi:

imbono

opinion

isibizo (class 9, isininzi iimbono)

  • 1

    opinion
    view
    Ngokweyakho imbono, abahlobo nobuhlobo yinto ebalulekileyo In your opinion, friends and friendship are important