Inguqulelo ka imbumbulu ingesiNgesi:

imbumbulu

bullet

isibizo (class 9, isininzi iimbumbulu)

  • 1

    bullet
    Imbumbulu ingene apha entlafunweni kaThembi A bullet penetrated Thembi's temple