Inguqulelo ka imdaka ingesiNgesi:

imdaka

(she/he/it) is dirty

isibanjalo

  • 1

    (she/he/it) is dirty
    Jonga, ilokhwe yakho imdaka! Look, your dress is dirty!
    Le nkomo imdaka yaza yanebala elimhlophe emqaleni This cow is brown and also had a white colour on its neck