Inguqulelo ka imfuyo ingesiNgesi:

imfuyo

livestock

isibizo (class 9)

  • 1

    livestock
    Mandulo phaya imfuyo yamaBhaca ibiziinkomo neebhokhwe In the olden days, the livestock of the amaBhaca were cattle and goats