Inguqulelo ka imini ingesiNgesi:

imini

day

isibizo (class 9, isininzi iimini)

  • 1

    day
    Imini ekade ndiyilindele ifikile The day I have been waiting for has come
    Ngemini elandelayo, kwafika uDlamini Dlamini arrived the following day
  • 2

    daytime
    Yenza umsebenzi wakho emini Do your work during the daytime