Inguqulelo ka impepho ingesiNgesi:

impepho

fresh air

isibizo (class 9)

  • 1

    fresh air
    light breeze
    Impepho epholileyo yayibetha ivela ngaselwandle The cool, light breeze was coming from the sea
  • 2

    a grey-green herb
    helichrysum
    Impepho ixutywa namafutha nantoni? The herb is mixed with fat and what else?

Usetyenziso

The herb 'impepho' is used to soothe fevers and coughs.