Inguqulelo ka imvubu ingesiNgesi:

imvubu

hippopotamus

isibizo (class 9, isininzi iimvubu)

  • 1

    hippopotamus
    Imvubu sisilo esikhulu kakhulu A hippopotamus is a very big animal
  • 2

    sjambok
    whip
    Wayifihla imvubu emva kwesitulo She hid the sjambok behind a chair