Inguqulelo ka incindi ingesiNgesi:

incindi

juice

isibizo (class 9, isininzi iincindi)

  • 1

    juice
    Uyayifuna incindi yeorenji? Do you want orange juice?
  • 2

    sap
    Sebenzisa incindi yekhala Use the sap of an aloe