Inguqulelo ka incwadana ingesiNgesi:

incwadana

booklet

isibizo (class 9, isininzi iincwadana)

  • 1

    booklet
    Incwadana yethu inamaqhalo ngesiXhosa nesiNgesi Our booklet contains proverbs in isiXhosa and English
  • 2

    note
    Bhala incwadana umbulele Write a note to thank him