Inguqulelo ka indima ingesiNgesi:

indima

(in a play) act

isibizo (class 9, isininzi iiindima)

  • 1

    (in a play) act
    Umdlalo uneendima ezintlanu The play has five acts
    Indima 1, Umboniso 6: (Elinye Inxila likhwaza) Act 1, Scene 6: (Other drunk person calling loudly)
  • 2

    role
    Ndingadlala yiphi indima ekuxhaseni inkqubo yokufunda komntwana wam? What role can I play in supporting the learning programme of my child?