Inguqulelo ka indlela ingesiNgesi:

indlela

road

isibizo (class 9, isininzi iindlela)

  • 1

    road
    path
    Wathatha indlela enqunqayo ukusinga eQawukeni He took a short road to Qawuka
  • 2

    way
    method
    Ngaba ikhona indlela engcono yokwenza le nto? Is there a better way of doing this?