Inguqulelo ka ingozi ingesiNgesi:

ingozi

danger

isibizo (class 9, isininzi iingozi)

  • 1

    danger
    Ingozi yalo mlilo yayikukuba wawuza kungena ehlathini The danger of the fire was that it would spread to the forest
  • 2

    accident
    Sifumene ingozi yemoto We had a car accident