Inguqulelo ka ingqele ingesiNgesi:

ingqele

cold

isibizo (class 9)

  • 1

    cold
    Ingqele yentsasa yangoMgqibelo yabatyhalela ngaphakathi The Saturday morning cold drove them indoors
  • 2

    cold
    flu
    fever
    Intlaka, ixolo namagqabi anyanga ingqele The tree nectar, bark and leaves are used to treat a cold