Inguqulelo ka ingqina ingesiNgesi:

ingqina

witness

isibizo (class 5, isininzi amangqina)

  • 1

    witness
    Ingqina elinyanisileyo alibuthethi ubuxoki An honest witness does not tell lies
  • 2

    a hunting expedition
    Kule veki izayo siza kuphuma ingqina We will go on a hunting expedition next week