Inguqulelo ka inguqulelo ingesiNgesi:

inguqulelo

version

isibizo (class 9, isininzi iinguqulelo)

  • 1

    version
    Inguqulelo yesiNgesi isayinwe nguMongameli The English version has been signed by the President
  • 2

    change
    Banike ithuba lokwenza iinguqulelo bawaphucule amaxwebhu Give them a chance to make changes and improve the documents
  • 3

    translation
    Ngemizamo kaLose yavela inguqulelo, Uhambo Lomhambi Through the efforts of Lose, the translation Uhambo Lomhambi, appeared