Inguqulelo ka ingwenya ingesiNgesi:

ingwenya

crocodile

isibizo (class 9, isininzi iingwenya)

  • 1

    crocodile
    Wathi xa esemlanjeni kwathi gqi ingwenya When he was in the river, a crocodile appeared