Inguqulelo ka inkalo ingesiNgesi:

inkalo

aspect

isibizo (class 9, isininzi iinkalo)

  • 1

    aspect
    Cinga ngazo zonke iinkalo zomsebenzi phambi kokuba uwamkele Think about every aspect of the job before you accept it
  • 2

    direction
    Andazi ke ukuba ujonge kweyiphi na inkalo I do not know which direction you are looking at
  • 3

    Isikolo
    learning area
    Kwakukho iinkalo zezifundo ezisibhozo kwikharityhulam There are eight learning areas in the curriculum