Inguqulelo ka inkathazo ingesiNgesi:

inkathazo

disturbance

isibizo (class 9, isininzi iinkathazo)

  • 1

    disturbance
    trouble
    nuisance
    Inkathazo idalwa ngabantu abathatha izinto ngamatyala baze bangahlawuli The trouble is started by people who buy on credit and do not pay
    Inja yakho iyinkathazo Your dog is a nuisance