Inguqulelo ka inkonzo ingesiNgesi:

inkonzo

service

isibizo (class 9, isininzi iinkonzo)

  • 1

    service
    Lo gqirha wanika abantu inkonzo ebalaseleyo This doctor gave the people an excellent service
  • 2

    church service
    Inkonzo yecawa yethu iqala kusasa ngeyesi-8 The service at our church starts at 8 o'clock in the morning