Inguqulelo ka inkulungwane ingesiNgesi:

inkulungwane

century

isibizo (class 9, isininzi iinkulungwane)

  • 1

    century
    Kwinkulungwane yama-21 kufuneka wonke umntu akwazi ukufunda nokubhala In the 21st century, everybody must be able to read and write