Inguqulelo ka inkunzi ingesiNgesi:

inkunzi

bull

isibizo (class 9, isininzi iinkunzi)

  • 1

    bull
    Inkunzi inye kumhlambi wonke weenkomo There is one bull in the whole herd of cattle
  • 2

    male animal
    Inkunzi yedonki ithengwe ngama-R200 The male donkey has been bought for R200
  • 3

    ufundo ngezoqoqosho
    capital
    Kuya kufuneka ukuba ube nenkunzi engama-R200 000 yokuqala eli shishini You will need inkunzi of R200 000 to start this business