Inguqulelo ka inqaku ingesiNgesi:

inqaku

article

isibizo (class 5, isininzi amanqaku)

  • 1

    (in newspaper or magazine)
    article
    Inqaku elaphuma kwiDaily Dispatch lawathoba amaxhala kaFezeka The article which appeared in the Daily Dispatch was a relief to Fezeka
  • 2

    (in test or exam)
    mark
    Umfundi ufumana inqaku elinye ngempendulo nganye The learner gets one mark for each answer
  • 3

    imidlalo
    goal
    point
    Safaka amanqaku amane We scored four goals
  • 4

    (in a discussion)
    point
    Isithethi sibeke inqaku elibalulekileyo The speaker made an important point