Inguqulelo ka intanga ingesiNgesi:

intanga

contemporary

isibizo (class 9, isininzi iintanga)

  • 1

    contemporary
    peer
    person of same age
    Khawubuze nantsiya intanga yakho isiza Please enquire, there is your peer who is coming
  • 2

    hut for young people in a homestead
    Banikwa intanga ukuba balale khona They were offered the young people's hut to sleep in