Inguqulelo ka intlondi ingesiNgesi:

intlondi

naughtiness

  • 1

    naughtiness
    mischief
    Uthini ngale ntlondi ingaka yenziwa ngala makhwenkwe? What do you say about such great mischief done by these boys?
    Le ntlondi yaqhuba iveki yonke This naughtiness carried on for the whole week