Inguqulelo ka intshontsho ingesiNgesi:

intshontsho

chick of bird

isibizo (class 5, isininzi amantshontsho)

  • 1

    chick of bird
    Yipha amantshontsho ukutya Give food to the chicks
  • 2

    young of small animal (e.g. cat, dog, mouse, insect)
    Inja yethu yafumana amantshontsho amathandathu Our dog had six puppies