Inguqulelo ka intsimbi ingesiNgesi:

intsimbi

iron

isibizo (class 9, isininzi iintsimbi)

  • 1

    iron
    Intsimbi yinto eyandayo xa isiba shushu Iron is something that expands when it becomes hot
  • 2

    bell
    Yathi ibetha nje intsimbi bafuna ukugoduka When the bell rings, they want to go home
  • 3

    o'clock (time)
    Intsimbi yesithoba ngomso iya kubetha sesisemzini wakho At nine o'clock tomorrow we will be at your house
  • 4

    small beads
    Emqaleni wanxiba iintsimbi ezimhlophe Around her neck she wore small white beads