Inguqulelo ka inyamakazi ingesiNgesi:

inyamakazi

isibizo (class 9, isininzi iinyamakazi)

  • 1

    fairly large animal, e.g. buck, that people hunt
    game animal
    Inja engxolayo xa ileqa inyamakazi ayithandwa ngabazingeli A dog that makes a noise when chasing a game animal is not liked by hunters