Inguqulelo ka inzala ingesiNgesi:

inzala

generation

isibizo (class 9)

  • 1

    generation
    Inzala yangoku ilixhoba lezifo Today's generation is a victim of diseases
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    interest
    Yimalini inzala oyenzayo xa ugcina imali ebhankini? How much interest do you make if you keep money in the bank?