Inguqulelo ka iPasika ingesiNgesi:

iPasika

Easter

isibizo (class 9, isininzi iipasika)

  • 1

    Easter
    AmaKhrestu abhiyozela iPasika ngoMatshi okanye ngoEpreli Christians celebrate Easter in March or April
  • 2

    Passover
    AmaYuda abhiyozela iPasika ngexesha elithile ngonyaka Jews celebrate Passover at a certain time of the year