Inguqulelo ka iphatheni ingesiNgesi:

iphatheni

pattern

isibizo (class 9, isininzi iiphatheni)

  • 1

    (decoration)
    pattern
    Ncamathisela iphatheni kwincwadi yakho yomsebenzi Paste a pattern on your workbook
  • 2

    (guide for making something)
    pattern
    Xa usika umchako usenza ilokhwe, sebenzisa iphatheni When you cut material to make a dress, use a pattern