Inguqulelo ka iphepha ingesiNgesi:

iphepha

paper

isibizo (class 5, isininzi amaphepha)

  • 1

    paper
    piece of paper
    Wathatha iphepha elo libhalwe loo miqolo mibini She took the paper that had two lines written on it
  • 2

    page
    Ncamathelisa umfanekiso kweli phepha Paste a picture on this page
  • 3

    examination paper
    Iphepha lesibini liza kuba ziiyure ezimbini The second examination paper will be two hours long
  • 4

    medical certificate
    Emva kokuba usana luzelwe, kubhalwa iphepha elivela kugqirha After the birth of a child, a medical certificate is written by the doctor