Inguqulelo ka iqhagamshela ingesiNgesi:

iqhagamshela

hyphen

isibizo (class 5, isininzi amaqhagamshela)

  • 1

    hyphen
    Ungawadibanisa amagama athile ngeqhagamshela, umz. "umcimi-mlilo" You can join some words with a hyphen, e.g. "fire-fighter"
  • 2

    link
    connector
    Bala amaqhagamshela etyathanga Count the links in the chain