Inguqulelo ka iqondo ingesiNgesi:

iqondo

degree

isibizo (class 5, isininzi amaqondo)

  • 1

    izibalo
    (a unit for measuring angles)
    degree
    Iengile ethe ngqo ingamaqondo angama-90 A right angle is 90 degrees
  • 2

    inzululwazi ngezelizwe
    (a unit for measuring latitude or longitude)
    degree
    Khangela iqondo lesibanzi emephini Find the degree of latitude on the map
  • 3

    ikhemistri
    (a unit for measuring temperature)
    Amanzi aba ngumkhenkce kwiqondo leSelisiyasi elingu-0 Water freezes at 0 degrees Celsius
  • 4

    grade
    mark
    Ufumene iqondo elingu-A kwiMathematika She got an A grade for Maths

Usetyenziso

The word 'idigri' is often used for senses 1, 2 and 3.