Inguqulelo ka iqumrhu ingesiNgesi:

iqumrhu

body

isibizo (class 5, isininzi amaqumrhu)

  • 1

    body
    organisation
    Iqumrhu elilawula isikolo lisebenza njengabameli babahlali The school governing body functions as representatives of the residents

Usetyenziso

This should not be confused with the word for the human body, 'umzimba'.