Inguqulelo ka isangqa ingesiNgesi:

isangqa

circle

isibizo (class 7, isininzi izangqa)

  • 1

    circle
    Abafundi mabahlale bakhe isangqa The learners must sit down in a circle
  • 2

    izibalo
    circle
    Ungakwazi ukumeta idayametha yesi sangqa? Can you measure the diameter of this circle?