Inguqulelo ka isibonelelo ingesiNgesi:

isibonelelo

allowance

isibizo (class 7, isininzi izibonelelo)

  • 1

    allowance
    UNomsa ufumana isibonelelo sama-R50 ngeveki Nomsa receives an allowance of R50 a week
  • 2

    supply
    Wonk’ umntu uyasidinga isibonelelo samanzi akhuselekileyo Everybody needs a supply of safe water