Inguqulelo ka isicwangciso ingesiNgesi:

isicwangciso

plan

isibizo (class 7, isininzi izicwangciso)

  • 1

    plan
    Isicwangciso somsebenzi sesonyaka wonke The work plan is for the whole year
  • 2

    arrangement
    plan
    Sinesicwangciso sokubonana ngomso We have an arrangement to meet tomorrow