Inguqulelo ka isifanekisozwi ingesiNgesi:

isifanekisozwi

ideophone

isibizo (class 7, isininzi izifanekisozwi)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    ideophone
    Isifanekisozwi sinokusetyenziswa njengomyalelo, umz., "yithi tu!" An ideophone may be used as an instruction e.g. "keep quiet!"

Usetyenziso

In isiXhosa, ideophones are words that help to emphasise how something happens. Often they imitate the sound of something.