Inguqulelo ka isifundo ingesiNgesi:

isifundo

lesson

isibizo (class 7, isininzi izifundo)

  • 1

    lesson
    Wagoduka uKhaya efunde isifundo awayengenakuze asilibale Khaya went home having learnt a lesson that she would never forget
    Esikolweni sethu isifundo sokuqala singena ngo-8 At our school, the first lesson starts at 8 o'clock