Inguqulelo ka isigqibo ingesiNgesi:

isigqibo

decision

isibizo (class 7, isininzi izigqibo)

  • 1

    decision
    Isigqibo endifikelele kuso kukuba andisokuze ndijike The decision I've made is that I won't change my mind
  • 2

    result
    outcome
    Umsebenzi wethu ube nezigqibo ezihle Our work had good results