Inguqulelo ka isikali ingesiNgesi:

isikali

scale

isibizo (class 7, isininzi izikali)

  • 1

    (for weighing)
    scale
    Sebenzisa isikali sam xa uveyisha iswekile Use my scale when you weigh the sugar
  • 2

    scale
    Isikali sokulinganisa sinikiwe emephini A scale of measurement has been given on the map