Inguqulelo ka isikolo ingesiNgesi:

isikolo

school

isibizo (class 7, isininzi izikolo)

  • 1

    school
    Ufunda kwesiphi isikolo? Which school do you go to?
    Baya esikolweni ngoku They're going to school now
    Isikolo esakhiwe etafeni sitshile A school which was built in the veld burnt down