Inguqulelo ka isikweko ingesiNgesi:

isikweko

metaphor

isibizo (class 7, isininzi izikweko)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    metaphor
    Imbongi isebenzisa isikweko xa ichaza indlela ovuthuza ngayo umoya The poet uses a metaphor to describe the way the wind is blowing

Usetyenziso

A 'metaphor' is a way of describing something by showing how it reminds you of something else.