Inguqulelo ka isilabalabi ingesiNgesi:

isilabalabi

auxiliary verb

isibizo (class 7, isininzi izilabalabi)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    auxiliary verb
    U "soloko", "kade" no "phantse" yimizekelo yezilabalabi "Soloko", "kade" and "phantse" are examples of auxiliary verbs